Inguqulelo ka concern in isiXhosa

concern

-xhalaba

Ubizo-magama /kon-surn/

isenziconcerned, concerning

  • 1

    -xhalaba
    -khathaza
    It concerns me that it's late and she's not here yet Iyandixhalabisa into yokuba kube semva kwexesha engekabuyi yena
  • 2

    -chaphazela
    -funa
    The meeting at the school concerns all parents. Please all come Intlanganiso esesikolweni ichaphazela bonke abazali. Ncedani nize nonke