Inguqulelo ka conclude in isiXhosa

conclude

-qoshelisa

Ubizo-magama /kon-klood/

isenziconcluded, concluding

  • 1

    -qoshelisa
    -phetha
    -phela
    -gqibezela
    He concluded the meeting with a prayer, and left Wayiqoshelisa intlanganiso ngomthandazo waza wemka
  • 2

    -gqiba
    The judge listened and concluded that Joshua was lying Ijaji yamamela yaza yagqiba kwelokuba uJoshua wayexoka