Inguqulelo ka condense in isiXhosa

condense

-jiyisa

Ubizo-magama /kuhn-denss/

isenzicondensed, condensing

ikhemistri

  • 1

    -jiyisa
    -yondelelana
    -jiya
    The vapour that rises from boiling water condenses and forms drops of water when it becomes cold Umphunga ophuma emanzini abilayo uyajiya ube ngamathontsi amanzi xa uthe wabanda
    • to change from gas to liquid
    • ukutshintsha kwegesi ibe lulwelo (into engamanzi)