Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika conduct in isiXhosa

: conduct1conduct2

conduct1

-nikezela

Ubizo-magama /kuhn-dukt/

isenziconducted, conducting

  • 1

    ifiziksi itheknoloji
    -nikezela
    All metals conduct electricity Zonke iimetali ziyawunikezela umbane
    • to allow heat or electricity to pass along or through something
    • ukuvumela ubushushu okanye umbane ukuba udlule kwinto
  • 2

    umculo
    -bhexesha
    -culisa
    -vumisa
    Sue conducts the choir USue ubhexesha ikwayala

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika conduct in isiXhosa

: conduct1conduct2

conduct2

isimilo

Ubizo-magama /kon-dukt/

isibizo

  • 1

    isimilo
    ukuziphatha
    Oscar's conduct in class is good; he's polite Isimilo sikaOscar eklasini sihle; uchubekile