Inguqulelo ka conductor in isiXhosa

conductor

isinikezeli

Ubizo-magama /kuhn-duk-tuh/

isibizoPlural conductors

  • 1

    ifiziksi itheknoloji
    isinikezeli
    • a substance (usually metal) that allows heat, electricity, light, or sound to pass along it or through it
    • into (edla ngokuba yimethali okanye isinyithi) evumela ubushushu, umbane, ukukhanya okanye isandi ukuba sidlule kuyo
  • 2

    umculo
    umbhexeshi
    umvumisi
    ikhondakhtha ngokungekho sikweni
    The conductor guides the choir Umbhexeshi ukhokela abaculi