Inguqulelo ka cone in isiXhosa

cone

ikhowuni

Ubizo-magama /kohn/

isibizoPlural cones

  • 1

    izibalo
    ikhowuni
    • a solid shape with a flat circle at one end and sides that come to a point at the other end
    • imilo eqinileyo enesangqa esimcaba kwelinye icala kunye namacala athi adibane encochoyini kwelinye icala
  • 2

    ikhowuni
    ibhumbulu
    Find pine cones in the forest Khangela ikhowuni yompayini ehlathini