Inguqulelo ka consume in isiXhosa

consume

-tya

Ubizo-magama /kuhn-syoom/

isenziconsumed, consuming

  • 1

    -tya
    -sela
    Elephants consume a lot of food Iindlovu zitya ukutya okuninzi
  • 2

    -sebenzisa
    The car consumes a lot of petrol Imoto isebenzisa ipetroli eninzi
    We consume too much electricity Sisebenzisa umbane omninzi kakhulu