Inguqulelo ka consumption in isiXhosa

consumption

ukusebenzisa

Ubizo-magama /kuhn-sump-shuhn/

isibizo

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    ukusebenzisa
    usebenziso
    After the drought we had to reduce our consumption of water Emva kwembalela kwanyanzeleka ukuba sinciphise ukusebenzisa amanzi
    • what people eat, drink, or use generally
    • izinto abantu abazityayo, abaziselayo okanye abazisebenzisayo ngokubanzi