Inguqulelo ka contents in isiXhosa

contents

okungaphakathi

Ubizo-magama /kon-tentss/

isibizo esikwisininzi

  • 1

    okungaphakathi
    okuqulathiweyo
    the contents of a school bag okungaphakathi kwibhegi yesikolo
  • 2

    isiqulatho
    iziqulatho
    okuqulathiweyo
    On page iii we list the contents of this dictionary Kwiphepha iii sidwelisa isiqulatho sesichazi-magama