Inguqulelo ka contour in isiXhosa

contour

ikhonto

Ubizo-magama /kon-toor/

isibizoPlural contours

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    ikhonto
    ikhontolo ngokungekho sikweni
    Use the contours on the map to see where the mountains are Sebenzisa iikhonto kwimephu ukuze ubone apho zikhoyo iintaba
    • a line on a map joining points that are of equal height above sea level
    • umgca osemephini odibanisa iindawo ezilinganayo ngomphakamo ezingentla komgangatho wolwandle