Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika contrast in isiXhosa

: contrast1contrast2

contrast1

umahluko

Ubizo-magama /kon-traast/

isibizoPlural contrasts

  • 1

    umahluko
    ukungafani
    Look at the contrast between the old house and the new house Khangela umahluko phakathi kwendlu endala nendlu entsha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika contrast in isiXhosa

: contrast1contrast2

contrast2

-thelekisa

Ubizo-magama /kon-traast/

isenzicontrasted, contrasting

  • 1

    -thelekisa
    In your essay, contrast urban life with rural life Kwisincoko sakho, thelekisa ubomi basedolophini nobomi basemaphandleni