Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cost in isiXhosa

: cost1cost2

cost1

ixabiso

Ubizo-magama /kost/

isibizoPlural costs

  • 1

    ixabiso
    indleko
    Have you noticed the high cost of petrol? Uliqaphele ixabiso eliphezulu lepetroli?
    Discuss the low cost of maize Xoxa ngexabiso eliphantsi lombona

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cost in isiXhosa

: cost1cost2

cost2

-xabisa

Ubizo-magama /kost/

isenzicost, costing

  • 1

    -xabisa
    The bike costs R900 Ibhayisekile ixabisa ama-R900