Inguqulelo ka costume in isiXhosa

costume

ikhostyum

Ubizo-magama /koss-tyoom/

isibizoPlural costumes

  • 1

    ikhostyum
    isinxibo
    The children wore angel costumes in the play Abantwana banxibe iikhostyum zengelosi emdlalweni
  • 2

    ikhostyum
    impahla yokudada
    We'll swim, so bring your costume Siza kuqubha, yiza nekhostyum yakho