Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika crash in isiXhosa

: crash1crash2

crash1

-betheka

Ubizo-magama /krash/

isenzicrashed, crashing

  • 1

    -betheka
    -gileka
    -ntlitheka
    A truck crashed into our car Itraki yantlitheka emotweni yethu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika crash in isiXhosa

: crash1crash2

crash2

ingozi (yemoto)

Ubizo-magama /krash/

isibizoPlural crashes

  • 1

    ingozi (yemoto)
    ukubetheka
    ukuntlitheka
    I was injured in a car crash Ndenzakala kwingozi yemoto
  • 2

    isithonga
    The tree fell and I heard a crash Umthi wawa kwaye ndeva ngesithonga