Inguqulelo ka critical in isiXhosa

critical

-gxeka(yo)

Ubizo-magama /krit-i-kuhl/

isiphawuli

  • 1

    -gxeka(yo)
    -nyemba(yo)
    A critical teacher may discourage children Utitshala ogxekayo angabatyhafisa abantwana
  • 2

    -hlalutya(yo)
    -velela zonke iinkalo
    Write a critical report on your school, and include its good and its bad qualities Bhala ingxelo ehlalutyayo ngesikolo sakho, uquke iimpawu ezincomekayo nezitenxileyo
  • 3

    -balulekile
    Good food is critical for your health Ukutya okulungileyo kubaluleke kakhulu empilweni yakho
    → Synonym of important
  • 4

    -mandundu
    Doctors say the child's condition is critical Oogqirha bathi imeko yomntwana imandundu
    → Synonym of serious