Inguqulelo ka criticise in isiXhosa

criticise

-gxeka

(criticize)

Ubizo-magama /krit-i-size/

isenzicriticised, criticising

  • 1

    Inzululwazi ngoluntu
    -gxeka
    -hlaba amadlala
    -nyemba
    The teacher criticised my bad behaviour Utitshala wayigxeka indlela yokuziphatha kwam enomvungulo
    • to tell someone that they are doing something wrong
    • ukuxelela umntu ukuba wenza into engalunganga
  • 2

    -hlaba amadlala
    -hlalutya
    • to judge the good and bad qualities of something carefully and to say what you think about it
    • ukujonga ngocoselelo iimpawu zento ezintle nezimbi ukuze utsho ukuba ucinga ntoni