Inguqulelo ka cry in isiXhosa

cry

-lila

Ubizo-magama /kry/

isenzicried, crying

  • 1

    (weep)
    -lila
    -khala
    He was so sad that he cried Wayebandezeleke ngohlobo lokuba walila
  • 2

    (call out loudly)
    -danduluka
    -khwaza
    "Great! Here we are!" Zelda cried "Ngxatsho ke! Sith' aba!" wadanduluka watsho uZelda