Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika curse in isiXhosa

: curse1curse2

curse1

isiqalekiso

Ubizo-magama /kurss/

isibizoPlural curses

  • 1

    isiqalekiso
    intshwabulo
    isishwabulo
    isithuko
    He believes that a curse caused his bad luck Ukholelwa ekubeni isiqalekiso samzisela ilishwa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika curse in isiXhosa

: curse1curse2

curse2

-thuka

Ubizo-magama /kurss/

isenzicursed, cursing

  • 1

    -thuka
    -thukisa
    -thukisela ngokungekho sikweni
    The angry man shouted and cursed Indoda enomsindo yakhwaza ithukisa
  • 2

    -shwabula
    -qalekisa
    -shwabulela
    He believes someone has cursed him Ukholelwa ukuba umntu othile wamshwabulela