Inguqulelo ka daily in isiXhosa

daily

-emihla ngemihla

Ubizo-magama /day-lee/

isiphawuli & isihlomelo

  • 1

    -emihla ngemihla
    yonke imihla
    mihla le
    This is a daily newspaper Liphephandaba lemihla ngemihla eli
    If you run daily you'll get fit Xa ubaleka yonke imihla uya komelela