Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dance in isiXhosa

: dance1dance2

dance1

-danisa

Ubizo-magama /daanss/

isenzidanced, dancing

  • 1

    -danisa
    -xhentsa
    Bongi always dances at parties UBongi usoloko edanisa ezipatini

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dance in isiXhosa

: dance1dance2

dance2

umdaniso

Ubizo-magama /daanss/

isibizoPlural dances

  • 1

    umdaniso
    umxhentso
    Teach us how to do this dance Sifundise ukuba wenziwa njani lo mdaniso
  • 2

    umdaniso
    The school dance is in November Umdaniso wesikolo ungenyanga yeNkanga