Inguqulelo ka dear in isiXhosa

dear

-thandekayo

Ubizo-magama /deer/

isiphawulidearer, dearest

  • 1

    -thandekayo
    Jake is a dear friend UJake ngumhlobo othandekayo
  • 2

    -thandekayo
    Dear Mr Vavi … Mnu Vavi othandekayo …
    • a word that you use before a person's name at the beginning of a letter
    • igama olisebenzisa phambi kwegama lomntu ekuqaleni kweleta