Inguqulelo ka debt in isiXhosa

debt

ityala

Ubizo-magama /det/

isibizoPlural debts

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    ityala
    isikwelithi ngokungekho sikweni
    These debts have to be paid before the end of the month La matyala kufuneka ahlawulwe phambi kokuphela kwenyanga
    • money that you owe and must pay back
    • imali oyityalayo okanye oyikwelethayo ekufuneka uphinde uyihlawule