Inguqulelo ka decimal in isiXhosa

decimal

-esishumi

Ubizo-magama /dess-i-muhl/

isiphawuli

izibalo

  • 1

    -esishumi
    Our number system is a decimal system because it uses ten digits, from 0 to 9 Inkqubo yamanani ethu yinkqubo yesishumi kuba isebenzisa amanani alishumi, ukusuka kwi-0 ukuya kwisi-9
    • made up of ten parts
    • yenziwe ngamalungu okanye ngamanani alishumi