Inguqulelo ka definition in isiXhosa

definition

inkcazelo

Ubizo-magama /def-in-ish-uhn/

isibizoPlural definitions

inzululwazi geelwimi

  • 1

    inkcazelo
    inkcazo
    ingcaciso
    Find the definition of this word in your dictionary: "sea level" Khangela inkcazo yeli gama kwisichazi-magama sakho: "umphakamo wolwandle"
    • words that tell you what another word or phrase means
    • amagama akuxelela ukuba lithetha ntoni elinye igama okanye ibinzana