Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika demand in isiXhosa

: demand1demand2

demand1

imfuno

Ubizo-magama /di-maand/

isibizoPlural demands

  • 1

    ufundo ngezoqoqosho
    imfuno
    isidingo
    The supply of goods is not enough to meet the demand Unikezelo lwempahla alwanelanga ukuhlangabezana nesidingo
    → Compare supply
    • how much people want and need goods and services
    • bazifuna kangakanani abantu iimpahla neenkonzo
  • 2

    amabango
    Are the workers' demands for higher wages fair? Ngaba amabango abasebenzi emali ethe chatha afanelekile?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika demand in isiXhosa

: demand1demand2

demand2

-funa

Ubizo-magama /di-maand/

isenzidemanded, demanding

  • 1

    -funa
    -banga
    -nyanzelisa
    The workers are demanding more money Abasebenzi bafuna imali ethe chatha

Usetyenziso

In the sentence above, the ideophone 'chatha' strengthens the meaning of '-funa'.