Inguqulelo ka devil in isiXhosa

devil

usathana

Ubizo-magama /dev-il/

isibizoPlural devils

  • 1

    usathana
    umtyholi
    idemoni
    He believes that a devil made him steal Ukholelwa ukuba idemoni yamenza ukuba ebe

Usetyenziso

'Usathana' can mean any devil or evil spirit, not just Satan from the Bible. 'USathana' is Satan.