Inguqulelo ka diameter in isiXhosa

diameter

isinqumla-sangqa

Ubizo-magama /dy-am-uh-tuh/

isibizoPlural diameters

izibalo

  • 1

    isinqumla-sangqa
    idayamitha ngokungekho sikweni
    Measure the diameter of the circle Meta idayamitha yesangqa
    • a line that goes straight across and through the centre of a circle or sphere, cutting it in half
    • umgca onqumla embindini wesangqa, usahlule kabini
  • 2

    ubude besinqumla-sangqa
    • the length of the line that goes straight across and through the centre of a circle or sphere, used to measure something circular or cylindrical
    • ubude bomgca onqumla embindini wesangqa, osetyenziselwa ukulinganisa into ebusangqa okanye ebusilinda