Inguqulelo ka diamond in isiXhosa

diamond

idayimani

Ubizo-magama /dy-uh-muhnd/

isibizoPlural diamonds

  • 1

    idayimani
    Jess has diamonds in her ring UJess unedayimani kwiringi yakhe
  • 2

    isazobe esimbhoxo esimacala-mane alinganayo
    Draw three shapes: a diamond, a square and a circle Zoba iimilo ezintathu: embhoxo emacala-mane alinganayo, esisikwere nesisangqa
    → See rhombus

Usetyenziso

In Maths, the correct word for a diamond shape is a 'rhombus'. In isiXhosa, 'idayimani' is generally used in the singular even when translating the plural in English. See the example in Sense 1.