Inguqulelo ka difference in isiXhosa

difference

umahluko

Ubizo-magama /dif-ruhnss/

isibizoPlural differences

  • 1

    umahluko
    What is the difference between these two pictures? Yintoni umahluko phakathi kwale mifanekiso mibini?
  • 2

    izibalo
    umahluko
    • the number (answer) we get when we subtract one number from another number
    • inani (isiphumo) esilifumanayo xa sithabatha inani kwelinye inani