Inguqulelo ka dimension in isiXhosa

dimension

umlinganiso

Ubizo-magama /dy-men-shuhn/

isibizoPlural dimensions

izibalo itheknoloji

  • 1

    umlinganiso
    umlinganiselo
    icala
    The 3-D (three-dimensional) drawing shows the dimensions of the car Umzobo omacala ma-3 ubonisa umlinganiso wemoto
    • a measurement that tells us the size of something (width, height or length)
    • umlinganiselo osixelela ngobukhulu bento (ububanzi, umphakamo okanye ubude)