Inguqulelo ka discount in isiXhosa

discount

isaphulelo

Ubizo-magama /diss-kownt/

isibizoPlural discounts

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    isaphulelo
    This shop gives a discount of 10% if you pay cash Le venkile ikunika isaphulelo se-10% xa uhlawule kwangoko