Inguqulelo ka discuss in isiXhosa

discuss

-xoxa

Ubizo-magama /diss-kuss/

isenzidiscussed, discussing

  • 1

    -xoxa
    My parents were discussing a film Abazali bam babexoxa ngefilim
  • 2

    -xoxa
    The impact of HIV/AIDS is discussed in the next chapter Ifuthe lentsholongwane kagawulayo nogawulayo lixoxwa kwisahluko esilandelayo
    • to write or talk about something in detail
    • ukubhala okanye ukuthetha ngento ngokunzulu