Inguqulelo ka dismiss in isiXhosa

dismiss

-gxotha

Ubizo-magama /dis-miss/

isenzidismissed, dismissing

  • 1

    -gxotha
    The boss dismissed the worker who stole money Umphathi ugxothe umsebenzi oweba imali
    → Synonym of fire
  • 2

    -ndulula
    -khulula
    The teacher will dismiss the class at 3:30 Utitshala uya kuyindulula iklasi nge-3:30