Inguqulelo ka dispute in isiXhosa

dispute

impikiswano

Ubizo-magama /diss-pyoot/

isibizoPlural disputes

  • 1

    impikiswano
    ingxoxo
    imbambano
    There was an angry dispute between the workers and the manager Kwabakho ingxoxo eshushu phakathi kwabasebenzi nomphathi

isenzi

  • 1

    -phikisana
    They are disputing a wage agreement Baphikisana ngesivumelwano semivuzo