Inguqulelo ka disrupt in isiXhosa

disrupt

-phazamisa

Ubizo-magama /diss-rupt/

isenzidisrupted, disrupting

  • 1

    -phazamisa
    -gxobha
    An accident disrupted the traffic Ingozi yaphazamisa iimoto endleleni
    Don't disrupt the lesson Musa ukuphazamisa isifundo