Inguqulelo ka dissolve in isiXhosa

dissolve

-nyibilikisa

Ubizo-magama /di-zolv/

isenzidissolved, dissolving

ikhemistri

  • 1

    -nyibilikisa
    -nyibilika
    You can dissolve sugar in water, but you can't dissolve sand Ungayinyibilikisa iswekile emanzini, kodwa akunakuyinyibilikisa intlabathi
    • to mix a solid substance with a liquid so that it becomes part of the liquid
    • ukuxuba into eqinileyo kunye nengamanzi (ulwelo) ukuze ibe yinxalenye yamanzi