Inguqulelo ka do in isiXhosa

do

-enza

Ubizo-magama /doo/

isenzidid, doing, done

  • 1

    -enza
    Will you do this job? Uza kuwenza lo msebenzi?
    What are you doing? Wenza ntoni?
  • 2

    -qhuba
    -enza
    Lihle is doing well at school ULihle uqhuba kakuhle esikolweni
  • 3

    -enza
    Zanele will do my hair UZanele uza kwenza iinwele zam

Usetyenziso

In isiXhosa, 'musa uku-' is often shortened to 'suku-', as in 'Sukukhalaza, Busi!' ('Don't complain, Busi!') and 'musani uku-' is often shortened to 'sanuku-'.