Inguqulelo ka domestic in isiXhosa

domestic

PC+ikhaya

Ubizo-magama /duh-mess-tik/

isiphawuli

  • 1

    PC+ikhaya
    PC+sekhaya
    Cooking and cleaning are domestic jobs Ukupheka nokucoca yimisebenzi yekhaya
  • 2

    PC+ngaphakathi
    Domestic trade is trade within this country; international trade is with other countries Urhwebo lwangaphakathi lurhwebo oluqhuba kweli lizwe; urhwebo lwamazwe ngamazwe lolwamanye amazwe