Inguqulelo ka downhill in isiXhosa

downhill

kumazantsi enduli

Ubizo-magama /down-hil/

isihlomelo

  • 1

    kumazantsi enduli
    emazantsi enduli
    It is easy to ride a bicycle downhill Kulula ukukhwela ibhayisekile usiya kumazantsi enduli
    → Compare uphill