Inguqulelo ka drug in isiXhosa

drug

iyeza

Ubizo-magama /drug/

isibizoPlural drugs

  • 1

    iyeza
    ichiza
    umthi ngokungekho sikweni
    Aspirins are drugs that reduce pain Iiaspirin liyeza elithomalalisa iintlungu
  • 2

    isiyobisi
    Tik is a dangerous drug that ruins people's lives Itik sisiyobisi esiyingozi esitshabalisa ubomi babantu