Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dry in isiXhosa

: dry1dry2

dry1

-omile(yo)

Ubizo-magama /dry/

isiphawulidrier, driest

  • 1

    -omile(yo)
    My clothes are dry Impahla yam yomile
  • 2

    -omile(yo)
    -bharhile(yo)
    -khothekile(yo)
    -nxaniwe(yo)
    The farms are dry because it hasn't rained Iifama zomile, kuba imvula ayinanga

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika dry in isiXhosa

: dry1dry2

dry2

-oma

Ubizo-magama /dry/

isenzidried, drying

  • 1

    -oma
    The clothes are drying in the sun Iimpahla ziyoma elangeni
  • 2

    -omisa
    -sula
    Dry the baby with a towel Sula usana ngetawuli