Inguqulelo ka dusk in isiXhosa

dusk

urhatya

Ubizo-magama /dusk/

isibizo

  • 1

    (the end of the day, when daylight fades)
    urhatya
    ungcwalazi
    uqhiza
    The cattle come home at dusk Iinkomo zibuyela ekhaya ngongcwalazi