Inguqulelo ka each in isiXhosa

each

-nye

Ubizo-magama /eech/

iceba

  • 1

    -nye
    Each child has a book Umntwana ngamnye unencwadi
    The hats are R50 each Iminqwazi ibiza ama-R50 ngomnqwazi ngamnye
    each man indoda nganye
    each horse ihashe ngalinye

Usetyenziso

To say 'each' in isiXhosa, use a predicative adjective concord between 'nga' and 'nye', except in class 9 which just uses 'nganye'.