Inguqulelo ka economic in isiXhosa

economic

-obutyebi belizwe

Ubizo-magama /ee-kuh-nom-ik/

isiphawuli

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    -obutyebi belizwe
    -oqoqosho
    The Minister of Finance explained the economic impact of the drought on the country UMphathiswa wezeMali wachaza ifuthe lembalela kwezoqoqosho lwelizwe
    • connected with money
    • budityaniswa nemali