Inguqulelo ka economy in isiXhosa

economy

ubutyebi belizwe

Ubizo-magama /ee-kon-uh-mee/

isibizoPlural economies

  • 1

    ufundo ngezoqoqosho
    ubutyebi belizwe
    uqoqosho
    Mining and farming are important to South Africa's economy Imigodi nokufama zizinto ezibalulekileyo kuqoqosho loMzantsi Afrika
    • the way that a country spends its money and makes, buys and sells things
    • indlela ilizwe elichitha nelenza ngayo imali, lithenge lithengise izinto
  • 2

    uqoqosho
    ukuqoqosha
    My mother says we need better economy in our home Umama uthi kufuneka siphucule ukuqoqosha ekhaya