Inguqulelo ka ecosystem in isiXhosa

ecosystem

i-ikhosistim

Ubizo-magama /ek-oh siss-tuhm/

isibizoPlural ecosystems

I-ikholoji

  • 1

    i-ikhosistim
    indalo kwindawo ethile
    Rivers and forests are different ecosystems Imilambo namahlathi zii-ikhosistim ezahlukeneyo
    • the plants, animals, soil, air, and water that exist together in an area
    • izityalo, izilwanyana, umhlaba, umoya kunye namanzi ezithi ziphile ndaweninye