Inguqulelo ka edge in isiXhosa

edge

uhlangothi

Ubizo-magama /ej/

isibizoPlural edges

  • 1

    uhlangothi
    isiphelo
    inyele
    umngcipheko
    Don't leave the baby on the edge of the table Musa ukulushiya usana esiphelweni setafile
  • 2

    izibalo
    ieji
    Does the shape have a straight edge or a curved edge? Ngaba imilo ine-eji eme nkqo okanye ieji egobileyo?
    • the place where two surfaces of an object meet, or the outline of a shape
    • indawo apho imiphandle emibini yento ithi idibane khona, okanye ungqameko lwemilo