Inguqulelo ka either in isiXhosa

either

-nye

Ubizo-magama /iy-thuh or ee-thuh/

iceba, isimelabizo, & isihlomelo

  • 1

    -nye
    Either of the boys can go, but not both Enye yamakhwenkwe ingahamba, kodwa hayi omabini
    → Compare neither
    There are two cars; use either Kukho iimoto ezimbini; sebenzisa enye yazo
  • 2

    -bini
    There are houses on either side of the road (= on both sides of the road) Kukho izindlu kumacala omabini endlela

Usetyenziso

Use 'either' only when you are talking about two things.