Inguqulelo ka emission in isiXhosa

emission

ukukhupha

Ubizo-magama /ee-mish-uhn/

isibizoPlural emissions

  • 1

    ukukhupha
    ukuphuma
    into ephumayo
    ukukhutshwa
    We complained about the emission of black smoke from a factory Sakhalazela ukuphuma komsi omnyama kumzi-mveliso