Inguqulelo ka energy in isiXhosa

energy

amandla

Ubizo-magama /en-uh-jee/

isibizo

  • 1

    amandla
    Do you have the energy to climb a mountain? Unawo amandla okunyuka intaba?
  • 2

    ifiziksi
    umbane
    If you leave lights on, you waste energy Xa ushiya izibane zikhanyisile, udlala ngombane
    • the power that comes from coal, electricity, and gas and other sources. It makes machines work and gives us heat and light
    • amandla avela emalahleni, kumbane nakwigesi nakwezinye izinto. Enza ukuba iimatshini zisebenze, kwaye isinike ubushushsu namandla